Homework Club

Njengengxenye ebalulekileyo lwe Girls’ Leadership Education program yethu ‘ sinikeza ngenkxaso ezikolweni ukuze ancede amantombazana ngezakhono zokuba benze ngcono ezintweni zesikolo. Ngokuhambisana neCAPS- Curriculum yaseMzantsi Afrika nemfuno zamantombazane eqenjini Homework Club icinezela kakhulu kwizfundo ezimbini isiNgezi nezibalo kanye nokulungiselela uvavanyo. Umbono wethu kukuphuhlisa imiphumela zesifundo zamantombazana , ngakho i Homework Club enzulu inikezwa kusemester 2…

Read more Homework Club

UVAVANYO

Ukuze siqhubeke ukuphuhlisa nokulondoloza izinga lethu eliphezulu kuleproject yethu kufuneka sijonge igalelo kanye nenkubela yeBoxgirls South Africa Girls ‘Afterschool Leadership Clubs sizovavanywa yiGerman Sport University kanye nabalingani bocwaningo bendawo University of the Western Cape. Uvavanyo oluphezulu, olwenziwa yiControl Trial (RCT), zizovavanya igalelo lweGirls Afterschool Leadership Clubs, ubudlobongela, nezakhono zoxoxisano lwamantombazana, nempumelelo yentombazane nganye, capital social…

Read more UVAVANYO

IMFUNDO YOKHOKELO LWEBOXGIRLS

iBoxgirls “Girls Afterschool Leadership Education” yinkqubo entsha emiselwe amantombazane aselula afunda ezikolweni zamabanga aphantsi baseKhayelitsha. Isiqubulo sethu “Strong Girls. Safe Communities.” Sisebenzela phezu kwenqanaba lokuba amantombazane namanina abenezakhono nenkxaso yokuziphuhlisa, bathathe namanyathelo okuzikhusela nokusebenzela imiphakathi yabo ikhuseleke. Kungako imibono negalelo lenkqubo yethu ifikelela kwintombazana nganye, iqhubekele kontanga bakhe nomphakathi wonke uphela. Ukuphumulela kulemibono inegalelo kuso…

Read more IMFUNDO YOKHOKELO LWEBOXGIRLS