YIBAYINXALENYE NATHI

Ingaba niyintlangano elinemigomo nendlela esondelene neyeBoxgirls South Africa ? Ngoko ke yibayinxalenye kunye nathi, sisebenzisane ekuqaleni siphinde sabelana ngolwazi namantombazana futhi namanina kumhlaba wonke jikelele. Xhumana nathi Iinkokheli zeBoxgirls ziyazingca ngokwabelana ngezinto esiye sazifunda neSports for Development Organisations, abanikeli- zimali nazo zonke izigaba saseburhulumenteni. Sinikeza izeluleko sesini, zemfundo kunye Sports Development Program eyakhelwe imicimbi yomhlaba…

Read more YIBAYINXALENYE NATHI