Ziyazingca ngokunixelela ngeBoxgirls Homework Club. Eliqela linika amantombazana ithuba lokuphuhlisa ikhono lwabo wokunyusa izinga lomsebenzi.
ngoMgqibelo ngamnye sifundisa ngolwimi lwesiNgesi ngeyure ezimbini (2). Sixinzelela kwizibalo nesakhono sokuthatha okanye ukubhala imviwo, sifuna ukunikela ngolungiselelo lwemviwo zabo olusemgangathweni ophezulu.
Izifundo sihlangiswe nezemidlalo, ukwenzela amntombazana ahlale edlamkile. Ngokufundisa ngesiNgesi, kuphucula izinga lokuqonda nokuthetha isNgesi. Siqale uluhlu lwamagama esibalo ukuncedisa bakwazi ukukhumbula amagama abalulekileyo abazakuwasebenzisa ekuqondeni imibuzo yemviwo. Enye into ebalulekileyo ngeHomework Club yeyokuba ibafundisa ngokusebensiza ixesha ngendlela efanelekileyo xa befundela imviwo. Amantombazana ayakhuthazwa ukuba babuze imibuzo xa kukho into abangayiqondiyo. Ngoko ke, kubalulekile kuthi, zithembane ukwenzela wonke ubani ufumana ithuba lokumanyelwa ngabalingani nepeer educators.
iHomework Club izimisele ekuphuhliseni amantombazana ukuba bazilungisilele ingxaki kwaye bazithembe emsebenzini wabo wesikolo.
YIBANXALENYE NATHI BOXGIRLS